IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 8:27
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 27 “Kodwa ngaba ngokwenene uThixo uya kuhlala emhlabeni?+ Khangela! Amazulu,+ ewe, izulu lawo amazulu,+ alikulingene;+ kobeka phi, ke, kule ndlu+ ndiyakhileyo!

  • Isaya 66:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 66 Utsho uYehova ukuthi: “Amazulu ayitrone yam,+ umhlaba sisihlalo seenyawo zam.+ Ndluni ke leyo ningandakhela yona,+ yiyiphi loo ndawo ndingaphumla kuyo?”+

  • IZenzo 7:48
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 48 Noko ke, Oyena Uphakamileyo akahlali kwizindlu ezenziwe ngezandla;+ kanye njengoko umprofeti esitsho,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share