INdumiso 145:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Usondele uYehova kubo bonke abo bambizayo,+Kubo bonke abo bambiza ngenyaniso.+ Yeremiya 23:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 “NdinguThixo okufuphi na,” utsho uYehova, “kungekhona uThixo okude?”+ Roma 1:20 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 20 Kuba iimpawu zakhe ezingabonakaliyo+ zibonwa ngokucacileyo ukususela ekudalweni kwehlabathi kuse phambili,+ ngenxa yokuba ziqondeka ngezinto ezenziweyo,+ kwanamandla angunaphakade+ nobuThixo bakhe,+ khon’ ukuze bangabi nakungxengxezeleka;+
20 Kuba iimpawu zakhe ezingabonakaliyo+ zibonwa ngokucacileyo ukususela ekudalweni kwehlabathi kuse phambili,+ ngenxa yokuba ziqondeka ngezinto ezenziweyo,+ kwanamandla angunaphakade+ nobuThixo bakhe,+ khon’ ukuze bangabi nakungxengxezeleka;+