IZenzo 14:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Kwizizukulwana ezidluleyo wazivumela zonke iintlanga ukuba zihambe ngeendlela zazo,+ Roma 3:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 UThixo wambeka njengomnikelo wocamagushelo+ ngokholo olusegazini lakhe.+ Oku kwakungokokuze abonise ubulungisa bakhe, ngenxa yokuba wayexolela izono+ ezenzeka kwixesha elidluleyo ngoxa uThixo wayenyamezele;+ Roma 5:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kuba de kwabakho uMthetho isono saye sikho ehlabathini, kodwa isono asibalelwa kuye nabani na xa kungekho mthetho.+ Efese 4:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ngoxa zisebumnyameni ngengqondo,+ yaye zahlukanisiwe+ nobomi bukaThixo, ngenxa yokungazi okukuzo,+ ngenxa yokuqaqadeka+ kweentliziyo zazo.
25 UThixo wambeka njengomnikelo wocamagushelo+ ngokholo olusegazini lakhe.+ Oku kwakungokokuze abonise ubulungisa bakhe, ngenxa yokuba wayexolela izono+ ezenzeka kwixesha elidluleyo ngoxa uThixo wayenyamezele;+
13 Kuba de kwabakho uMthetho isono saye sikho ehlabathini, kodwa isono asibalelwa kuye nabani na xa kungekho mthetho.+
18 ngoxa zisebumnyameni ngengqondo,+ yaye zahlukanisiwe+ nobomi bukaThixo, ngenxa yokungazi okukuzo,+ ngenxa yokuqaqadeka+ kweentliziyo zazo.