Roma 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ndimbongoza ngelokuba ukuba kunokwenzeka ekugqibeleni ndiphumelele kuko ukuthanda+ kukaThixo khon’ ukuze ndize kuni. 1 Korinte 4:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kodwa ndiza kuza kuni kamsinya, ukuba uYehova uyathanda,+ yaye ndiya kwazi, kungekhona intetho yabo bakhukhumeleyo, kodwa amandla abo. Yakobi 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kunoko, nifanele nithi: “Ukuba uYehova uyathanda,+ siza kuphila senze oku nokuya.”+
10 ndimbongoza ngelokuba ukuba kunokwenzeka ekugqibeleni ndiphumelele kuko ukuthanda+ kukaThixo khon’ ukuze ndize kuni.
19 Kodwa ndiza kuza kuni kamsinya, ukuba uYehova uyathanda,+ yaye ndiya kwazi, kungekhona intetho yabo bakhukhumeleyo, kodwa amandla abo.