IZenzo 19:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Ke kaloku kwathi, ngoxa uApolo+ wayeseKorinte, uPawulos wazityhutyha iinxalenye eziphakathi elizweni waza wehlela e-Efese,+ yaye wafumana abafundi abathile; 1 Korinte 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ndibhekisela kwinto yokuba, ngamnye wenu esithi: “Mna ndingokaPawulos,” “Kodwa mna ndingoka-Apolo,”+ “Kodwa mna ndingokaKefas,” “Kodwa mna ndingokaKristu.” 1 Korinte 3:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Mna ndatyala,+ uApolo wankcenkcesha,+ kodwa uThixo wakhulisa;+
19 Ke kaloku kwathi, ngoxa uApolo+ wayeseKorinte, uPawulos wazityhutyha iinxalenye eziphakathi elizweni waza wehlela e-Efese,+ yaye wafumana abafundi abathile;
12 Ndibhekisela kwinto yokuba, ngamnye wenu esithi: “Mna ndingokaPawulos,” “Kodwa mna ndingoka-Apolo,”+ “Kodwa mna ndingokaKefas,” “Kodwa mna ndingokaKristu.”