Yohane 1:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 (UYohane wanikela ubungqina ngaye, ewe, okunene wadanduluka—lo ngulowo wakutshoyo oko—esithi: “Lowo uzayo emva kwam uye wadlulela phambi kwam, ngenxa yokuba wabakho ngaphambi kwam.”)+ Yohane 1:30 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 30 Lo ngulowo endathi ngaye, Emva kwam kuza umntu oye wadlulela phambi kwam, ngenxa yokuba wabakho ngaphambi kwam.+
15 (UYohane wanikela ubungqina ngaye, ewe, okunene wadanduluka—lo ngulowo wakutshoyo oko—esithi: “Lowo uzayo emva kwam uye wadlulela phambi kwam, ngenxa yokuba wabakho ngaphambi kwam.”)+
30 Lo ngulowo endathi ngaye, Emva kwam kuza umntu oye wadlulela phambi kwam, ngenxa yokuba wabakho ngaphambi kwam.+