IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Luka 4:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kwaye weza eNazarete,+ apho wayekhuliswe khona; yaye, ngokwesiko lakhe ngomhla wesabatha, wangena kwindlu yesikhungu,+ waza wema ukuze afunde.

  • IZenzo 13:5
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 5 Athi akuba seSalami aqalisa ukuvakalisa ilizwi likaThixo kwizindlu zesikhungu zamaYuda. Ayenaye kwanoYohane+ enjengomlindi.

  • IZenzo 17:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Ngoko ngokwesiko likaPawulos+ wangena ngaphakathi kuwo, yaye kangangeesabatha ezintathu waqiqa nawo ngeZibhalo,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share