Galati 1:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngaba, enyanisweni, ngabantu abo ndizama ukubenza beyiseke okanye nguThixo? Okanye ndifuna ukukholisa abantu kusini na?+ Ukuba bendisakholisa abantu,+ bendiya kuba andililo ikhoboka likaKristu.+
10 Ngaba, enyanisweni, ngabantu abo ndizama ukubenza beyiseke okanye nguThixo? Okanye ndifuna ukukholisa abantu kusini na?+ Ukuba bendisakholisa abantu,+ bendiya kuba andililo ikhoboka likaKristu.+