IZenzo 15:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 USimiyon+ ubalise ngokucokisekileyo indlela uThixo okwesihlandlo sokuqala awayiphethulela ngayo ingqalelo yakhe ezintlangeni ukuba kuzo athabathe isizwana segama lakhe.+ Galati 2:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kodwa, ngokwahlukileyo koko, bathi bakubona ukuba ndiphathiswe+ iindaba ezilungileyo kwabo bangalukanga,+ kanye njengoko kwakunjalo nangoPetros kwabo balukileyo+—
14 USimiyon+ ubalise ngokucokisekileyo indlela uThixo okwesihlandlo sokuqala awayiphethulela ngayo ingqalelo yakhe ezintlangeni ukuba kuzo athabathe isizwana segama lakhe.+
7 Kodwa, ngokwahlukileyo koko, bathi bakubona ukuba ndiphathiswe+ iindaba ezilungileyo kwabo bangalukanga,+ kanye njengoko kwakunjalo nangoPetros kwabo balukileyo+—