1 Korinte 8:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Noko ke, oku akwaziwa ngabantu bonke;+ kodwa bambi, beqhelene nesithixo de kwangoku, batya ukutya njengento ebingelelwe kwisithixo,+ size isazela sabo, esibuthathaka, senziwe inqambi.+ 1 Petros 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Yibani nesazela esilungileyo,+ khon’ ukuze kuloo nto kuthethwa ngokunxamnye nani babe neentloni+ abo bathetha ngendelelo ngehambo yenu elungileyo kuKristu.+
7 Noko ke, oku akwaziwa ngabantu bonke;+ kodwa bambi, beqhelene nesithixo de kwangoku, batya ukutya njengento ebingelelwe kwisithixo,+ size isazela sabo, esibuthathaka, senziwe inqambi.+
16 Yibani nesazela esilungileyo,+ khon’ ukuze kuloo nto kuthethwa ngokunxamnye nani babe neentloni+ abo bathetha ngendelelo ngehambo yenu elungileyo kuKristu.+