Mateyu 12:41 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 41 Abantu baseNineve baya kusuka beme ngomgwebo nesi sizukulwana+ yaye baya kusigwebela+ isohlwayo; ngenxa yokuba baguquka koko uYona+ wayekushumayela, kodwa, khangelani! okuthile okungaphezu koYona kulapha.
41 Abantu baseNineve baya kusuka beme ngomgwebo nesi sizukulwana+ yaye baya kusigwebela+ isohlwayo; ngenxa yokuba baguquka koko uYona+ wayekushumayela, kodwa, khangelani! okuthile okungaphezu koYona kulapha.