Numeri 23:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+Akanyana waluntu ukuba azisole.+Etshilo nje yena akayi kwenza na,Ethethile nje akayi kuphumeza na?+ Isaya 55:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+
19 UThixo akamntu ukuba athethe ubuxoki,+Akanyana waluntu ukuba azisole.+Etshilo nje yena akayi kwenza na,Ethethile nje akayi kuphumeza na?+
11 ngoko ilizwi lam eliphuma emlonyeni wam liya kuba njalo.+ Aliyi kubuyela kum ngaphandle kwemiphumo, kodwa ngokuqinisekileyo liya kukwenza+ oko ndiyoliswa kuko,+ likuphumelelise ngokuqinisekileyo oko ndilithumele kona.+