Roma 16:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Kuba intobelo yenu ifikelele ekuphawulweni ngabo bonke.+ Ngoko ke ndinemihlali ngani. Kodwa ndifuna nibe zizilumko+ mayela noko kulungileyo, kodwa nibe msulwa+ mayela noko kubi.+ 1 Tesalonika 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Inyaniso ikukuba, ilizwi likaYehova+ elivela kuni alivakalanga eMakedoni naseAkhaya kuphela, kodwa kuyo yonke indawo ukholo lwenu+ kuThixo luye lwasasazeka ngokubanzi,+ kangangokuba akusekho mfuneko yakuba sichaze nto thina.
19 Kuba intobelo yenu ifikelele ekuphawulweni ngabo bonke.+ Ngoko ke ndinemihlali ngani. Kodwa ndifuna nibe zizilumko+ mayela noko kulungileyo, kodwa nibe msulwa+ mayela noko kubi.+
8 Inyaniso ikukuba, ilizwi likaYehova+ elivela kuni alivakalanga eMakedoni naseAkhaya kuphela, kodwa kuyo yonke indawo ukholo lwenu+ kuThixo luye lwasasazeka ngokubanzi,+ kangangokuba akusekho mfuneko yakuba sichaze nto thina.