Roma 2:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngokomzekelo, bonke abo bona bengenamthetho baya kuthi kanjalo batshabalale bengenamthetho;+ kodwa bonke abo bona phantsi komthetho+ baya kugwetywa ngomthetho.+ Galati 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba bonke abo baxhomekeke kwimisebenzi yomthetho baphantsi kwesiqalekiso; kuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke ubani ongazigciniyo zonke izinto ezibhaliweyo kumsongo woMthetho aze azenze.”+
12 Ngokomzekelo, bonke abo bona bengenamthetho baya kuthi kanjalo batshabalale bengenamthetho;+ kodwa bonke abo bona phantsi komthetho+ baya kugwetywa ngomthetho.+
10 Kuba bonke abo baxhomekeke kwimisebenzi yomthetho baphantsi kwesiqalekiso; kuba kubhaliwe kwathiwa: “Uqalekisiwe wonke ubani ongazigciniyo zonke izinto ezibhaliweyo kumsongo woMthetho aze azenze.”+