IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Yohane 10:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Ndim umnyango;+ nabani na ongena ngam uya kusindiswa, yaye uya kungena ephuma aze afumane idlelo.+

  • 2 Korinte 5:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 Kodwa zonke izinto zivela kuThixo, owasixolelanisa+ naye ngoKristu waza wasinika ubulungiseleli+ boxolelaniso,

  • Efese 2:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 ngalo lona elo xesha naningenaye uKristu,+ nahlukanisiwe+ kwisizwe sikaSirayeli, ningabasemzini kwiminqophiso yesithembiso,+ ningenathemba+ yaye ningenaye uThixo ehlabathini.+

  • Efese 3:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 esithe ngaye saba nale nkululeko yokuthetha nokusondela+ ngentembelo ngalo ukholo lwethu kuye.

  • Hebhere 10:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Ngoko ke, bazalwana, ekubeni sinenkalipho yokungena+ kwindawo engcwele+ ngegazi likaYesu,

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share