Galati 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Ke kaloku iSibhalo, sibona kwangaphambili ukuba uThixo wayeya kubavakalisa abantu beentlanga bengamalungisa ngenxa yokholo, sazivakalisa iindaba ezilungileyo kwangaphambili kuAbraham, ezizezi: “Ziya kusikelelwa ngawe zonke iintlanga.”+
8 Ke kaloku iSibhalo, sibona kwangaphambili ukuba uThixo wayeya kubavakalisa abantu beentlanga bengamalungisa ngenxa yokholo, sazivakalisa iindaba ezilungileyo kwangaphambili kuAbraham, ezizezi: “Ziya kusikelelwa ngawe zonke iintlanga.”+