Yohane 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 “Kuba uThixo walithanda+ kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo+ kuye angatshabalali+ kodwa abe nobomi obungunaphakade.+ Efese 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kodwa uThixo, osisityebi ngenceba,+ ngenxa yothando lwakhe olukhulu awasithanda ngalo,+ 1 Yohane 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ngoko ayisithi esamthandayo uThixo, koko nguye owasithandayo waza wathumela uNyana wakhe njengombingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu.+
16 “Kuba uThixo walithanda+ kakhulu ihlabathi kangangokuba wanikela ngoNyana wakhe okuphela kwamzeleyo,+ ukuze wonk’ ubani obonisa ukholo+ kuye angatshabalali+ kodwa abe nobomi obungunaphakade.+
10 Ngoko ayisithi esamthandayo uThixo, koko nguye owasithandayo waza wathumela uNyana wakhe njengombingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu.+