Marko 10:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kodwa uYesu wathi kubo: “Anikwazi oko nikucelayo. Niyakwazi na ukusela indebe endiyiselayo, okanye ukubhaptizwa ngobhaptizo endibhaptizwa ngalo?”+ 1 Korinte 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Kungenjalo, baya kwenza ntoni na abo babhaptizwa ngenjongo yokuba ngabo bafileyo?+ Ukuba abafileyo abayi kuvuswa konke konke,+ kutheni bekwabhaptizwa+ ngenjongo yokuba ngabanjalo?
38 Kodwa uYesu wathi kubo: “Anikwazi oko nikucelayo. Niyakwazi na ukusela indebe endiyiselayo, okanye ukubhaptizwa ngobhaptizo endibhaptizwa ngalo?”+
29 Kungenjalo, baya kwenza ntoni na abo babhaptizwa ngenjongo yokuba ngabo bafileyo?+ Ukuba abafileyo abayi kuvuswa konke konke,+ kutheni bekwabhaptizwa+ ngenjongo yokuba ngabanjalo?