Roma 1:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 bona bananisa inyaniso+ kaThixo ngobuxoki,+ behlonela yaye benikela inkonzo engcwele kwindalo kunakuLowo wadalayo, obongwa ngonaphakade. Amen.
25 bona bananisa inyaniso+ kaThixo ngobuxoki,+ behlonela yaye benikela inkonzo engcwele kwindalo kunakuLowo wadalayo, obongwa ngonaphakade. Amen.