Yohane 1:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+ Yohane 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 UYesu waphendula wathi: “Inene, inene, ndithi kuwe, Ngaphandle kokuba nabani na azalwe ngamanzi+ nomoya,+ akanakungena ebukumkanini bukaThixo. Yohane 3:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Umoya+ uvuthuza apho ufuna khona, yaye uyasiva isandi sawo, kodwa akuwazi apho uvela khona nalapho uya khona. Unjalo wonk’ ubani ozelwe ngumoya.”+ Hebhere 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba kokubini lowo ungcwalisayo nabo bangcwaliswayo+ bonke baphuma kumthombo omnye,+ yaye ngenxa yesi sizathu akanazintloni ukubabiza ngokuthi “bazalwana,”+
12 Ke bonke abamamkelayo+ wabanika igunya lokuba ngabantwana bakaThixo,+ ngenxa yokuba babebonisa ukholo egameni lakhe;+
5 UYesu waphendula wathi: “Inene, inene, ndithi kuwe, Ngaphandle kokuba nabani na azalwe ngamanzi+ nomoya,+ akanakungena ebukumkanini bukaThixo.
8 Umoya+ uvuthuza apho ufuna khona, yaye uyasiva isandi sawo, kodwa akuwazi apho uvela khona nalapho uya khona. Unjalo wonk’ ubani ozelwe ngumoya.”+
11 Kuba kokubini lowo ungcwalisayo nabo bangcwaliswayo+ bonke baphuma kumthombo omnye,+ yaye ngenxa yesi sizathu akanazintloni ukubabiza ngokuthi “bazalwana,”+