2 Samuweli 7:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Yakuba izalisekile imihla yakho,+ umele ulale kookhokho bakho,+ ndiya kwandula ke ngokuqinisekileyo ndikuvelisele imbewu yakho emva kwakho, eya kuphuma ezibilinini zakho; yaye eneneni ndiya kubumisela ngokuqinileyo ubukumkani bayo.+ Luka 1:32 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+ 2 Timoti 2:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Khumbula ukuba uYesu Kristu wavuswa kwabafileyo+ nokuba wayengowembewu kaDavide,+ ngokweendaba ezilungileyo endizishumayelayo;+
12 Yakuba izalisekile imihla yakho,+ umele ulale kookhokho bakho,+ ndiya kwandula ke ngokuqinisekileyo ndikuvelisele imbewu yakho emva kwakho, eya kuphuma ezibilinini zakho; yaye eneneni ndiya kubumisela ngokuqinileyo ubukumkani bayo.+
32 Yena uya kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana wOyena Uphakamileyo;+ yaye uYehova uThixo uya kumnika itrone+ kaDavide uyise,+
8 Khumbula ukuba uYesu Kristu wavuswa kwabafileyo+ nokuba wayengowembewu kaDavide,+ ngokweendaba ezilungileyo endizishumayelayo;+