1 Yohane 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Zintanda, ngoku singabantwana bakaThixo,+ kodwa okwangoku akukabonakaliswa oko siya kuba kuko.+ Siyazi kona ukuba xa sukuba ebonakaliswa+ siya kuba njengaye,+ ngenxa yokuba siya kumbona kanye njengoko anjalo.+
2 Zintanda, ngoku singabantwana bakaThixo,+ kodwa okwangoku akukabonakaliswa oko siya kuba kuko.+ Siyazi kona ukuba xa sukuba ebonakaliswa+ siya kuba njengaye,+ ngenxa yokuba siya kumbona kanye njengoko anjalo.+