Luka 11:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ke kaloku wayesendaweni ethile ethandaza, yaye wathi akugqiba, omnye wabafundi bakhe wathi kuye: “Nkosi, sifundise ukuthandaza,+ njengoko noYohane wabafundisayo abakhe abafundi.”+
11 Ke kaloku wayesendaweni ethile ethandaza, yaye wathi akugqiba, omnye wabafundi bakhe wathi kuye: “Nkosi, sifundise ukuthandaza,+ njengoko noYohane wabafundisayo abakhe abafundi.”+