Yohane 6:63 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 63 Ngumoya onika ubomi;+ inyama ayisebenzi nto konke konke. Amazwi endiwathethileyo kuni angumoya+ yaye abubomi.+ Yohane 14:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 umoya wenyaniso,+ lowo ihlabathi lingenakuwufumana,+ ngenxa yokuba lingawuboni yaye lingawazi. Nina niyawazi, kuba uhleli nani yaye ukuni.+ 1 Korinte 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kuba uThixo uzityhile+ kuthi ngomoya wakhe,+ kuba umoya+ uphengulula ezintweni zonke, kwanezinto ezinzulu+ zikaThixo. 1 Korinte 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa umntu wokwenyama akazamkeli izinto zomoya kaThixo, kuba zibubudenge kuye; yaye akanakuzazi,+ ngenxa yokuba zincinwa ngokomoya. 2 Timoti 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Sonke iSibhalo siphefumlelwe nguThixo+ kwaye siyingenelo ekufundiseni,+ ekohlwayeni,+ ekulungelelaniseni izinto,+ ekuqeqesheleni+ ebulungiseni,
63 Ngumoya onika ubomi;+ inyama ayisebenzi nto konke konke. Amazwi endiwathethileyo kuni angumoya+ yaye abubomi.+
17 umoya wenyaniso,+ lowo ihlabathi lingenakuwufumana,+ ngenxa yokuba lingawuboni yaye lingawazi. Nina niyawazi, kuba uhleli nani yaye ukuni.+
10 Kuba uThixo uzityhile+ kuthi ngomoya wakhe,+ kuba umoya+ uphengulula ezintweni zonke, kwanezinto ezinzulu+ zikaThixo.
14 Kodwa umntu wokwenyama akazamkeli izinto zomoya kaThixo, kuba zibubudenge kuye; yaye akanakuzazi,+ ngenxa yokuba zincinwa ngokomoya.
16 Sonke iSibhalo siphefumlelwe nguThixo+ kwaye siyingenelo ekufundiseni,+ ekohlwayeni,+ ekulungelelaniseni izinto,+ ekuqeqesheleni+ ebulungiseni,