2 Korinte 3:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ngaphezu koko, ukuba ingqokelela yemithetho edlulisela ukufa+ neyakrolwa ngoonobumba ematyeni+ yeza ngozuko,+ kangangokuba oonyana bakaSirayeli babengenakubuqwalasela ubuso bukaMoses ngenxa yozuko lobuso bakhe,+ zuko olo olwaluza kubhangiswa, 2 Korinte 3:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Thina sonke,+ silubonakalisa njengezipili uzuko lukaYehova+ ngobuso obungagqutyuthelwanga, siyaguqulwa+ sifane+ naye sisuka eluzukweni sise eluzukweni,+ yaye oku kwenziwe nguYehova+ ngoMoya. 2 Korinte 4:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba uThixo wathi: “Ukukhanya makukhanye ebumnyameni,”+ yaye uye wakhanya ezintliziyweni zethu ukuze azikhanyisele+ ngolwazi oluzukileyo+ lukaThixo ngobuso bukaKristu.+
7 Ngaphezu koko, ukuba ingqokelela yemithetho edlulisela ukufa+ neyakrolwa ngoonobumba ematyeni+ yeza ngozuko,+ kangangokuba oonyana bakaSirayeli babengenakubuqwalasela ubuso bukaMoses ngenxa yozuko lobuso bakhe,+ zuko olo olwaluza kubhangiswa,
18 Thina sonke,+ silubonakalisa njengezipili uzuko lukaYehova+ ngobuso obungagqutyuthelwanga, siyaguqulwa+ sifane+ naye sisuka eluzukweni sise eluzukweni,+ yaye oku kwenziwe nguYehova+ ngoMoya.
6 Kuba uThixo wathi: “Ukukhanya makukhanye ebumnyameni,”+ yaye uye wakhanya ezintliziyweni zethu ukuze azikhanyisele+ ngolwazi oluzukileyo+ lukaThixo ngobuso bukaKristu.+