1 Korinte 10:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Masingaqheliseli luhenyuzo, njengoko abathile kubo bahenyuzayo,+ suke bawa, amawaka angamashumi amabini anesithathu kubo ngamini-nye.+ Hebhere 4:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko ke masenze unako-nako wokungena koko kuphumla, ukuze kungabikho namnye ubuya eyele kwakuloo mzekelo wokungathobeli.+
8 Masingaqheliseli luhenyuzo, njengoko abathile kubo bahenyuzayo,+ suke bawa, amawaka angamashumi amabini anesithathu kubo ngamini-nye.+
11 Ngoko ke masenze unako-nako wokungena koko kuphumla, ukuze kungabikho namnye ubuya eyele kwakuloo mzekelo wokungathobeli.+