Efese 2:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Ngoko ke hlalani nikhumbula ukuba ngaphambili naningabantu beentlanga ngokwasenyameni;+ kwakusithiwa “ningabangalukanga” ngabo “bolwaluko” olwenziwa enyameni ngezandla+— Efese 2:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba uluxolo lwethu,+ yena lowo wawenza amaqela amabini+ aba liqela elinye+ waza walutshabalalisa udonga+ oluphakathi olwaluluthango+ oluwahlukanisayo.
11 Ngoko ke hlalani nikhumbula ukuba ngaphambili naningabantu beentlanga ngokwasenyameni;+ kwakusithiwa “ningabangalukanga” ngabo “bolwaluko” olwenziwa enyameni ngezandla+—
14 Kuba uluxolo lwethu,+ yena lowo wawenza amaqela amabini+ aba liqela elinye+ waza walutshabalalisa udonga+ oluphakathi olwaluluthango+ oluwahlukanisayo.