Roma 11:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Kuthekeni, ke ngoko? Yona kanye into uSirayeli ayifuna ngokunyamekileyo akazange ayizuze,+ kodwa abo banyuliweyo+ bayizuza. Abanye baye benziwa buthuntu iingqiqo zabo;+ 2 Korinte 3:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kodwa amandla abo engqondo enziwa buthuntu.+ Kude kube namhla eso sigqubuthelo asiphakanyiswa ekufundweni komnqophiso omdala,+ ngenxa yokuba ubhangiswa ngoKristu.+
7 Kuthekeni, ke ngoko? Yona kanye into uSirayeli ayifuna ngokunyamekileyo akazange ayizuze,+ kodwa abo banyuliweyo+ bayizuza. Abanye baye benziwa buthuntu iingqiqo zabo;+
14 Kodwa amandla abo engqondo enziwa buthuntu.+ Kude kube namhla eso sigqubuthelo asiphakanyiswa ekufundweni komnqophiso omdala,+ ngenxa yokuba ubhangiswa ngoKristu.+