Isaya 40:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ngubani na olinganise umoya kaYehova, yaye ngubani na onokuthi njengendoda emcebisayo amazise nantoni na?+ Daniyeli 4:35 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+
13 Ngubani na olinganise umoya kaYehova, yaye ngubani na onokuthi njengendoda emcebisayo amazise nantoni na?+
35 Bonke abemi bomhlaba abanto yanto xa bethelekiswa naye,+ yaye wenza ngokokuthanda kwakhe kwimikhosi yezulu nakubemi bomhlaba.+ Akukho namnye unokusithintela isandla sakhe+ okanye unokuthi kuye, ‘Yintoni le uyenzileyo?’+