1 Timoti 1:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokwenene injongo yalo myalelo luthando+ oluphuma kwintliziyo ehlambulukileyo+ noluphuma kwisazela esilungileyo+ noluphuma kukholo olungenaluhanahaniso.+ Yakobi 3:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Kodwa ubulumko+ obuvela phezulu okokuqala nje bunyulu,+ bandule ke bube boboxolo,+ bube nengqiqo,+ bulungele ukuthobela, buzele yinceba neziqhamo ezilungileyo,+ abucaluli ngokukhetha ubuso,+ abunaluhanahaniso.+ 1 Petros 1:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngoku njengoko niyisulungekisile+ imiphefumlo yenu ngokuthobela kwenu inyaniso okuphumela kumsa wobuzalwana+ ongenaluhanahaniso, thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+
5 Ngokwenene injongo yalo myalelo luthando+ oluphuma kwintliziyo ehlambulukileyo+ noluphuma kwisazela esilungileyo+ noluphuma kukholo olungenaluhanahaniso.+
17 Kodwa ubulumko+ obuvela phezulu okokuqala nje bunyulu,+ bandule ke bube boboxolo,+ bube nengqiqo,+ bulungele ukuthobela, buzele yinceba neziqhamo ezilungileyo,+ abucaluli ngokukhetha ubuso,+ abunaluhanahaniso.+
22 Ngoku njengoko niyisulungekisile+ imiphefumlo yenu ngokuthobela kwenu inyaniso okuphumela kumsa wobuzalwana+ ongenaluhanahaniso, thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+