1 Petros 4:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bukanani ngaphandle kokumbombozela.+ 3 Yohane 8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Thina, ke ngoko, simele sibamkele abantu abanjalo ngomoya wokubuk’ iindwendwe,+ ukuze sibe ngabasebenzi abangamadlelane kuyo inyaniso.+
8 Thina, ke ngoko, simele sibamkele abantu abanjalo ngomoya wokubuk’ iindwendwe,+ ukuze sibe ngabasebenzi abangamadlelane kuyo inyaniso.+