Marko 10:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 Kodwa uYesu, emva kokubabizela kuye, wathi kubo: “Niyazi ukuba abo babonakala belawula iintlanga baba ziinkosi phezu kwazo nabo bakhulu kuzo basebenzisa igunya phezu kwazo.+ Luka 22:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Noko ke, kwavela nempikiswano eshushu phakathi kwabo mayela nokuba nguwuphi na kubo obonakala engoyena mkhulu.+
42 Kodwa uYesu, emva kokubabizela kuye, wathi kubo: “Niyazi ukuba abo babonakala belawula iintlanga baba ziinkosi phezu kwazo nabo bakhulu kuzo basebenzisa igunya phezu kwazo.+
24 Noko ke, kwavela nempikiswano eshushu phakathi kwabo mayela nokuba nguwuphi na kubo obonakala engoyena mkhulu.+