IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 2 Korinte 12:20
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 20 Ndinoloyiko lokuba ndifike+ ningeyiyo into endinqwenela ukufika niyiyo, nam ndingeyiyo leyo nindinqwenelela ukuba ndibe yiyo, kodwa, endaweni yoko, kusenokubakho imbambano, ikhwele,+ ukufikelwa ngumsindo, usukuzwano, ukudlan’ izithende, ukuhleba, ukufikelwa kukukhukhumala, izidubedube.+

  • Tito 3:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 Kodwa zicezele iimbuzwano zobudenge+ nemilibo yokuzalwa+ neembambano+ nokulwa ngoMthetho,+ kuba oko kungamampunge yaye kuphuthile.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share