INdumiso 146:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ndiza kumdumisa uYehova ebudeni bexesha lokudla kwam ubomi.+Ndiza kumculela uncuthu lwengoma uThixo wam lo gama ndisekho.+ Galati 2:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Mna ke, ngawo umthetho ndafa kuwo umthetho,+ ukuze ndibe ngophilileyo kuThixo.+ 1 Petros 4:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 ukuze ixesha lakhe eliseleyo esenyameni aliphilele,+ kungekhona kwiminqweno yabantu, kodwa ekuthandeni kukaThixo.+
2 Ndiza kumdumisa uYehova ebudeni bexesha lokudla kwam ubomi.+Ndiza kumculela uncuthu lwengoma uThixo wam lo gama ndisekho.+
2 ukuze ixesha lakhe eliseleyo esenyameni aliphilele,+ kungekhona kwiminqweno yabantu, kodwa ekuthandeni kukaThixo.+