Mateyu 5:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 “Banoyolo abanoxolo,+ kuba baya kubizwa ngokuba ‘ngoonyana+ bakaThixo.’ Roma 12:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ukuba kunokwenzeka, zamani ngokusemandleni enu, ukuba noxolo+ nabantu bonke.