Filipi 2:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Ngoko ke mamkeleni+ ngovuyo ngokwaseNkosini; yaye hlalani nibaphatha ngembeko abantu abanjalo,+ 3 Yohane 8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 Thina, ke ngoko, simele sibamkele abantu abanjalo ngomoya wokubuk’ iindwendwe,+ ukuze sibe ngabasebenzi abangamadlelane kuyo inyaniso.+
8 Thina, ke ngoko, simele sibamkele abantu abanjalo ngomoya wokubuk’ iindwendwe,+ ukuze sibe ngabasebenzi abangamadlelane kuyo inyaniso.+