Yohane 17:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 ukuze bonke babe banye,+ kanye njengoko wena, Bawo, umanyene nam yaye nam ndimanyene nawe,+ ukuze nabo bamanyane nathi,+ ukuze ihlabathi libe nokukholelwa ukuba ndithunywe nguwe.+ Filipi 1:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 1 UPawulos noTimoti, amakhoboka+ kaKristu Yesu, babhalela bonke abo bangcwele abaseFilipi+ abamanyene noKristu Yesu, kunye nabaveleli nezicaka zolungiselelo:+
21 ukuze bonke babe banye,+ kanye njengoko wena, Bawo, umanyene nam yaye nam ndimanyene nawe,+ ukuze nabo bamanyane nathi,+ ukuze ihlabathi libe nokukholelwa ukuba ndithunywe nguwe.+
1 UPawulos noTimoti, amakhoboka+ kaKristu Yesu, babhalela bonke abo bangcwele abaseFilipi+ abamanyene noKristu Yesu, kunye nabaveleli nezicaka zolungiselelo:+