2 Petros 2:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ngenxa yokunyoluka kwabo baya kunixhaphaza ngamazwi alalanisayo.+ Kodwa, umgwebo wabo osusela kwakudala+ awucothi, nentshabalalo yabo ayozeli.+ Yuda 16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Aba bantu into abayaziyo kukumbombozela,+ bekhalaza, behamba ngokweenkanuko zabo,+ yaye bathetha ngokuzigwagwisa,+ bencoma abantu+ ukuze bafumane inzuzo.
3 Ngenxa yokunyoluka kwabo baya kunixhaphaza ngamazwi alalanisayo.+ Kodwa, umgwebo wabo osusela kwakudala+ awucothi, nentshabalalo yabo ayozeli.+
16 Aba bantu into abayaziyo kukumbombozela,+ bekhalaza, behamba ngokweenkanuko zabo,+ yaye bathetha ngokuzigwagwisa,+ bencoma abantu+ ukuze bafumane inzuzo.