INdumiso 109:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Bona mabavakalise isiqalekiso,+Kodwa wena ngamana ungavakalisa intsikelelo.+Bavukile, kodwa mababe neentloni,+Nomkhonzi wakho abe nemihlali.+ Roma 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Qhubekani nibasikelela abo batshutshisayo;+ sikelelani,+ ningaqalekisi.+ 1 Petros 3:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ningabuyiseli ububi ngobubi+ okanye ukutshabhisa ngokutshabhisa,+ kodwa, kunoko, sikelelani,+ kuba nabizelwa oko, ukuze niyidle ilifa intsikelelo.
28 Bona mabavakalise isiqalekiso,+Kodwa wena ngamana ungavakalisa intsikelelo.+Bavukile, kodwa mababe neentloni,+Nomkhonzi wakho abe nemihlali.+
9 ningabuyiseli ububi ngobubi+ okanye ukutshabhisa ngokutshabhisa,+ kodwa, kunoko, sikelelani,+ kuba nabizelwa oko, ukuze niyidle ilifa intsikelelo.