IZenzo 18:17 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 17 Ngoko onke ambamba uSosithene+ igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu aza ambetha phambi kwesihlalo sokugweba. Kodwa uGaliyo wayengazixhalabisi konke konke ngezi zinto.
17 Ngoko onke ambamba uSosithene+ igosa elongamelayo kwindlu yesikhungu aza ambetha phambi kwesihlalo sokugweba. Kodwa uGaliyo wayengazixhalabisi konke konke ngezi zinto.