Mateyu 20:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+ Roma 14:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba ukuba ngenxa yokutya umzalwana wakho uba buhlungu, akusahambi ngokuvumelana nothando.+ Musa ukumonakalisa ngokutya kwakho lowo uKristu wamfelayo.+
28 Kanye njengokuba uNyana womntu weza, kungekhona ukuze alungiselelwe, kodwa ukuze alungiselele+ nokuze anikele ngomphefumlo wakhe ube yintlawulelo ngenxa yabaninzi.”+
15 Kuba ukuba ngenxa yokutya umzalwana wakho uba buhlungu, akusahambi ngokuvumelana nothando.+ Musa ukumonakalisa ngokutya kwakho lowo uKristu wamfelayo.+