IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Filipi 3:15
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 15 Ngoko ke, sonke thina baqolileyo,+ masibe nesi simo sengqondo;+ yaye ukuba ninolunye utyekelo lwengqondo, uThixo uya kunityhilela esi simo sengqondo singasentla.

  • Hebhere 5:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Kodwa ukutya okuqinileyo kokwabantu abaqolileyo, abo bathe ngokuwasenzisa amandla abo okuqonda+ bawaqeqeshela ukwahlula okulungileyo nokubi.+

  • 1 Petros 2:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 yaye, njengeentsana ezisandul’ ukuzalwa,+ langazelelani ubisi olungangxengwanga+ lwelizwi, ukuze ngalo nikhulele elusindisweni,+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share