Hebhere 2:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 waza noThixo walingqinela ngemiqondiso nangemihlola nangemisebenzi yamandla+ eyahlukahlukeneyo nangolwabiwo+ lomoya oyingcwele ngokokuthanda kwakhe?+ 1 Petros 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Ukuba niyangcikivwa ngenxa yegama likaKristu,+ ninoyolo,+ ngenxa yokuba umoya wozuko, oko kukuthi, umoya kaThixo, uphumle phezu kwenu.+
4 waza noThixo walingqinela ngemiqondiso nangemihlola nangemisebenzi yamandla+ eyahlukahlukeneyo nangolwabiwo+ lomoya oyingcwele ngokokuthanda kwakhe?+
14 Ukuba niyangcikivwa ngenxa yegama likaKristu,+ ninoyolo,+ ngenxa yokuba umoya wozuko, oko kukuthi, umoya kaThixo, uphumle phezu kwenu.+