Roma 8:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Kuba ndeyisekile kukuba nakufa nabomi+ nazingelosi+ narhulumente+ nazinto zilapha ngoku nazinto zizayo namandla+ Filipi 3:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 khon’ ukuze ndimazi yena namandla ovuko lwakhe+ nokuze ndabelane naye kwiimbandezelo zakhe,+ ndizithobela ekufeni okunjengokwakhe,+ 1 Petros 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Kunoko, yibani nemihlali+ njengoko ninesabelo kwiimbandezelo zikaKRISTU,+ kuba oko kuya kunenza nibe nemihlali yaye nivuye ngokugqithiseleyo ekutyhilekeni+ kozuko lwakhe.
38 Kuba ndeyisekile kukuba nakufa nabomi+ nazingelosi+ narhulumente+ nazinto zilapha ngoku nazinto zizayo namandla+
10 khon’ ukuze ndimazi yena namandla ovuko lwakhe+ nokuze ndabelane naye kwiimbandezelo zakhe,+ ndizithobela ekufeni okunjengokwakhe,+
13 Kunoko, yibani nemihlali+ njengoko ninesabelo kwiimbandezelo zikaKRISTU,+ kuba oko kuya kunenza nibe nemihlali yaye nivuye ngokugqithiseleyo ekutyhilekeni+ kozuko lwakhe.