IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • IZenzo 19:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Ngalo lona elo xesha kwavela ukuphazamiseka+ okukhulu ngokuphathelele iNdlela.+

  • 1 Korinte 15:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Ukuba, njengabantu, ndiye ndalwa namarhamncwa e-Efese,+ kundinceda ngantoni na oko? Ukuba abafileyo abayi kuvuswa, “masidle size sisele, kuba ngomso siza kufa.”+

  • 1 Korinte 16:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 9 kuba ndivulelwe umnyango omkhulu okhokelela emsebenzini,+ kodwa kukho abachasi abaninzi.

  • 2 Korinte 11:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Bangabalungiseleli bakaKristu na? Ndiphendula njengomntu ophambeneyo, ndingobalaseleyo:+ ngokusebenza ngakumbi,+ ngokuba sezintolongweni kaninzi,+ ngezithonga ezigqithiseleyo, ngokusinda cebetshu ekufeni ngokufuthi.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share