INdumiso 34:19 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 19 Zininzi iintlekele ezihlela olilungisa,+Kodwa uYehova ulihlangula kuzo zonke.+ 2 Petros 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+
9 ngoko ke uYehova uyakwazi ukubahlangula esilingweni abantu abanozinikelo lobuthixo,+ kodwa abantu abangengomalungisa ubagcinele imini yomgwebo ukuze banqunyulwe,+