Roma 5:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba, eneneni, uKristu, wathi ngoxa sasisebuthathaka,+ wabafela abantu abangenabuthixo ngexesha elimiselweyo.+ Roma 11:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Kuba ukuba ukulahlwa kwabo+ kuthetha uxolelaniso+ kwihlabathi, kuya kuthetha ntoni na ukwamkelwa kwabo ngaphandle kokuba kuthethe ubomi kwabafileyo? 1 Yohane 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Yena ungumbingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu,+ kanti kungekhona ezethu+ kuphela kodwa kwanezehlabathi liphela.+
6 Kuba, eneneni, uKristu, wathi ngoxa sasisebuthathaka,+ wabafela abantu abangenabuthixo ngexesha elimiselweyo.+
15 Kuba ukuba ukulahlwa kwabo+ kuthetha uxolelaniso+ kwihlabathi, kuya kuthetha ntoni na ukwamkelwa kwabo ngaphandle kokuba kuthethe ubomi kwabafileyo?
2 Yena ungumbingelelo+ wokucamagushela+ izono zethu,+ kanti kungekhona ezethu+ kuphela kodwa kwanezehlabathi liphela.+