Isaya 43:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 “Mna—mna ndinguLowo ususa+ ukunxaxha kwakho+ ngenxa yam,+ kwaye izono zakho andiyi kuzikhumbula.+ Roma 4:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Wanikelwa ngenxa yezigqitho zethu+ waza wavuswa ngenxa yokuvakaliswa kwethu singamalungisa.+ Roma 5:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Ngoko ke, njengokuba ngesigqitho esinye umphumo kubantu bazo zonke iintlobo waba ngumgwebo wesohlwayo,+ ngokunjalo kwanangesenzo esinye sothethelelo+ umphumo kubantu bazo zonke iintlobo+ ukukuvakaliswa kwabo bengamalungisa afanelwe bubomi.+
18 Ngoko ke, njengokuba ngesigqitho esinye umphumo kubantu bazo zonke iintlobo waba ngumgwebo wesohlwayo,+ ngokunjalo kwanangesenzo esinye sothethelelo+ umphumo kubantu bazo zonke iintlobo+ ukukuvakaliswa kwabo bengamalungisa afanelwe bubomi.+