Yohane 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Simele siyisebenze imisebenzi yalowo undithumileyo ngoxa kusesemini;+ ubusuku+ buyeza xa kungayi kubakho mntu unako ukusebenza. Hebhere 3:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 kodwa hlalani nibongozana+ umhla ngamnye, lo gama kusathiwa “Namhlanje,”+ ukuze kungabikho nabani na kuni owenziwa lukhuni ngamandla akhohlisayo+ esono.
4 Simele siyisebenze imisebenzi yalowo undithumileyo ngoxa kusesemini;+ ubusuku+ buyeza xa kungayi kubakho mntu unako ukusebenza.
13 kodwa hlalani nibongozana+ umhla ngamnye, lo gama kusathiwa “Namhlanje,”+ ukuze kungabikho nabani na kuni owenziwa lukhuni ngamandla akhohlisayo+ esono.