Filipi 4:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Ezintweni zonke ndinamandla ngenxa yalowo undomelezayo.+ ISityhilelo 2:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 ‘Ndiyayazi imbandezelo nobuhlwempu bakho—kodwa usisityebi+—nokunyelisa kwabo bathi bona ngokwabo bangamaYuda,+ ukanti abangawo kodwa bayindlu yesikhungu kaSathana.+
9 ‘Ndiyayazi imbandezelo nobuhlwempu bakho—kodwa usisityebi+—nokunyelisa kwabo bathi bona ngokwabo bangamaYuda,+ ukanti abangawo kodwa bayindlu yesikhungu kaSathana.+